Ngonyamakazi Yam 1 by Iminathi

SongGPT
Ngonyamakazi Yam 1 by Iminathi - World Music,Neutral Vocals music cover art

Ngonyamakazi Yam 1

Iminathi

World Music,Neutral Vocals

0:003:42
Lyrics
Description
[Intro]
Oh yeah
Yeah hey hey hey oh
Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye
Hoyoyo iyo yayaya ye, hoyoyo iyo yayaya ye
[Chorus]
Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam, ngonyamakazi yam
[Verse 1]
Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
Inye, zimbini, zintathu, zine, ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
[Bridge]
Babelapho bonke
Besithi kuye
Babelapho bonke bemkhalimela hayi
[Chorus]
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (uzozal'amantombazana odwa)
[Verse 2]
Ndimlo ndingomnye wabo (hey umama nimyeke woo)
(Ndimlo ndingomnye wabo) hey umama nimyeke woo
(La-la-la-la) hey umama nimyeke
[Verse 3]
Bambiza amagama
Bath'usisihelegu, bambiz'isihelegu
Wothwalwa ngubani na xa esenz'abantwana
Abangenaw' thwal'igama, abangenaw'thwal'usapho
[Bridge]
She couldn't take it anymore
Not a day longer
Ain't nothing wrong with my babies
She said
I'll take them and I will leave
[Chorus]
Oh hayi!
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo) yeka lomfazi (kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
[Outro]
(Yena wayesaz'ukuthi ingonyamakazi yam)
(Wen'uzozal'amantombazana uzothwal'amantombazana)
Nomanyange, nomanyange, nomanyange
Nomanyange, uzozal'amantobazana
Uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana, uzozal'amantobazana